Ngaba ukuMnqophiso omtsha?

(Yeremiya 31:33, 34). . “Kuba nguwo lo umnqophiso endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,” utsho uYehova. “Ndiza kuwufaka umthetho wam ngaphakathi kubo, ndize ndiwubhale entliziyweni yabo. Kwaye ndiza kuba nguThixo wabo, bona ...