Ukuthethelela Ulongamo lukaYehova

Ngaba iBhayibhile inomxholo? Ukuba kunjalo, yintoni? Buza oku komnye wamaNgqina kaYehova kwaye uza kuyifumana impendulo: I-Bhayibhile iphela inomxholo omnye: UBukumkani obuphantsi kukaYesu Kristu yindlela yokuthethelelwa kolongamo lukaThixo kunye nokungcwaliswa ...