Abo Bangazange Baze BaFe

(UJohn 11: 26). . .wonke umntu ophilayo aze abonise ukholo kum akasayi kufa konke konke. Ngaba uyakukholelwa oku? . . UYesu wawathetha la mazwi ngethuba lokuvuswa kukaLazaro. Kuba wonke umntu obonisa ukholo kuye ngelo xesha wayesifa, amazwi akhe ...