Lwaqala Nini Uvuko Lokuqala?

Luyintoni Uvuko Lokuqala? EsiBhalweni, uvuko lokuqala lubhekisa kuvuko lobomi basezulwini nobokungafi kubalandeli bakaYesu abathanjisiweyo. Siyakholelwa ukuba lo ngumhlambi omncinci awayethetha ngawo kuLuka 12:32. Siyakholelwa ukuba inani labo li ...